Xhosa.....Zulu..Suthu..e.t.c..

Moderator:Juma4admin

XTERMINATOR
Senior Member
Posts:418
Joined:Sat Sep 18, 2004 2:01 pm
Contact:

Fri May 27, 2005 1:15 pm

THANX WE SHOULD HAVE MO OF THESE LOCAL BATTLES.
chemical
Junior Member
Posts:11
Joined:Thu May 19, 2005 12:28 pm
Contact:

Fri May 27, 2005 2:56 pm

sup , now u takin me back to k/tsha , gotta drop sumthin

ukuba awundazi ndingu chemical

ingoma endiziculayo zohlukile aziqhelekanga//

ezam ilyrics xa ulele awuvuk ungaziphuphanga//

oko kutsh ukuth kwi hip hop xa kumnyama ndi zisa ukukhanya//

ndiza ku disa ,undi phikise uthi zonke ezizinto ndi zi culayo bubuxoki ngamanga//

ucinga ndilibele kanti mna andikhohlwanga//

ukuba elakho igubhane liyoyikeka alihlanga//

nengoma oziculayo zona zi wack azithsuzanga//

ngoba uziflowela nge- beat yombhaqanga//

usuku aluchayi amaphela engaziculanga//

nda ku disa ube mnyama njenge santi yakwa langa//

uphinde ube mdaka njenge rank yase nyanga//

ight that all ican spit 4 now

aint gnna lie that was my best .

so ineed u dudes to judge ,how am i doin for a newbie.

Cool

and yo lets leave this one here for culture lets keep on doin this ilove it

and 3-G this is for u.
rhymetodie
Posting Freak
Posts:1623
Joined:Mon Nov 15, 2004 10:44 pm
Contact:

Fri May 27, 2005 5:01 pm

Chemical thts good bro!!..Keep doing ya thing coz you good!..I like you!
dim-star
Member
Posts:166
Joined:Thu Feb 17, 2005 9:24 am
Contact:

Sat May 28, 2005 2:00 pm

Zwi tshi thoma zwo thoma nga muzika/

Tshifhinga tshi do swika tshau zwifha/

Vhutshilo vhu khou fhisa/Maswina a khou giripa/

Blue pen yanga a i tsha nwala i khou tshipa/

Thoho yanga i khou mona hunga ndi khou Firika/

Tshifhinga tsha u toda musadzi wa u bika tsho swika/

Mara mulomo thi naa!/

.......

.............

Y i keep spitting here?

No 1 understands me!

IM OUT
bashin
Senior Member
Posts:312
Joined:Mon May 02, 2005 9:48 pm
Contact:

Sun May 29, 2005 6:05 pm

ek is n' mrapper van tuka//

ndiyi ndlavini ndiya thuka//

ndibetha ndibuyelela like izulu lase Umtata//

xa ndibetha ka ngaka kungcon' ukhukuk'i mbadada//

ingcwele le ndawo ayi fanele zi mpatha/

ndi khalis'abantwana bathi bashin uya rocka//

ndithandwa zintlanga zonke na ma ndiya se wa vota//

ndiya qengqa ndiliqhawe nama qheya ayandiqonda//

into yam ndiya yenza clever ndi qhwabeleni izandla//

ndi thandazeleni nicel'umdali andiphe amandla//
chemical
Junior Member
Posts:11
Joined:Thu May 19, 2005 12:28 pm
Contact:

Mon May 30, 2005 12:02 pm

Yo thanks bru im busy now but there is something iwrote aboy that 3-g dude. aint got time to lay it down now maybe later .

Thanx.
UBUNTU
Senior Member
Posts:314
Joined:Thu Sep 23, 2004 5:22 pm
Contact:

Mon May 30, 2005 7:27 pm

Umageba KZN lova ngen u zophela...

umhlephuli mathambo endodeni mibheda,ngiyakutshela...

ngifak i sithende kuwo wonk amaphela...

mase ngithela...induku...ngehlephul i siphundu... kuvuth i langabu

ngama rhymes mase ngishiya intuthu...ngiyisikhulu...sa le hiphop...

buz u ZWELITHINI...ngizoku phathela i hawu no mkhonto empini...

jus a freeb aight :D
Post Reply
  • Information
  • Who is online

    Users browsing this forum: No registered users and 11 guests